Jeremiah 9:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Intlalo yako ipakati kwenkohliso; ngayo inkohliso bayala ukwazi mna, utsho uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuhlala kwakho kuphakathi kwenkohliso; ngenkohliso abavumi ukundazi; utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuhlala kwakho kuphakathi kwenkohliso; ngenkohliso abavumi ukundazi; utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inene, umi phakathi kwabantu abakhohlisayo; ngenkohliso yabo abavumi ukundazi.” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.