Jeremiah 9:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ulwimi lwabo lutolo olubulalayo, luyateta inkohliso; ngomlomo wabo bayateta uxolo abanye ngabanye kumhlobo wabo, kanti pakati kwabo bayabeka isilalelo sabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lutolo olubulalayo ulwimi lwabo; bathetha inkohliso; omnye uthetha uxolo ngomlomo wakhe kummelwane wakhe, ukanti embilinini wakhe umlalele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lutolo olutsolileyo ulwimi lwabo; lithetha inkohliso; umntu uthetha uxolo nommelwane wakhe ngomlomo wakhe, kodwa entliziyweni yakhe ubeka umgcini wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lutolo oluhlabaniselayo ulwimi lwabo; luthetha inkohliso. Bayamqhatha ummelwane ngeentetho zabo, ukanti ezintliziyweni zabo bamcuphile.