Job 1:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uz’ uti ke kodwa wolule isandla sako, upate konke anako, waeya kukugxeka ngasebusweni bako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa ke khawuse isandla sakho ngoku, uchukumise into yonke anayo, ukuba akayi kukulahla na nawe lo, akwenze oko ebusweni bakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngoku khawuse isandla sakho, uchukumise yonke into anayo, ukuba akayi kukulahla na wena phambi kwamehlo akho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nangoku ke khawolule isandla sakho uchukumise yonke le nto anayo; uya kubona, uya kukushwabulela nawe lo!”