Job 1:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wesuka u‐Jobi, waṙazula ingubo yake, wagugula intloko yake, wawa ngasemhlabeni, wabedesha,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka uYobhi, wayikrazula ingubo yakhe yokwaleka, wayicheba intloko yakhe, wawa emhlabeni, waqubuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphakama uYobhi, wazikrazula iimpahla zakhe, wacheba intloko yakhe, wawa phantsi, waqubuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwesi sithuba ke uYobi waphakama, wakrazula umnweba wakhe, wayigugula intloko yakhe, waza ke wee guqaqa wanqula,