Job 1:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuko konke oku akona u‐Jobi; akamnika utixo ubudenge kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuko konke oko akonanga uYobhi, akamsola nokumsola uThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuko konke oko akonanga uYobhi, akamthukanga uThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuyo yonke le ntlekele uYobi zange one okanye akhalazele uThixo.