Job 1:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute ngomhla otile, nxa bezayo onyana bakatixo ukuzimisa pambi kwoyehova, weza no‐Satane pakati kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ngamhla uthile, oonyana bakaThixo beza kuzimisa phambi koYehova, weza noSathana phakathi kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi ngamhla uthile oonyana bakaThixo beza kuzimisa phambi koYehova, wangena noSathana phakathi kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngamhla uthile izidwangube zakwaThixo zaya *kuNdikhoyo, noSathana ke ephakathi kwazo.