Job 1:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula u‐Satane kuyehova, wati: Ufumana emoyika utixo na u‐Jobi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
USathana wamphendula uYehova, wathi, UYobhi lo ufumana emoyikela ilize na uThixo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uSathana wamphendula uYehova, wathi, uYobhi lo ke woyika uThixo yedwa na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USathana wamphendula uNdikhoyo wathi: “Kungaba kungelize na ukuba uYobi afumane amoyike uThixo?