Job 10:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanti ezi zinto uzibekele entliziyweni yako; ndiyazi ukuba oku bekukuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezi zinto ke wazigusha entliziyweni yakho; Ndiyazi ukuba ubunale ndawo yokuthi:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ezi zinto ke uzibeke entliziyweni yakho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“ ‘Kambe ke zonke ezi zinto undifihlele, kuba le ibiyinjongo yakho kakade.