Job 10:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba ndinetyala, kwoba nzima kum! nokuba ndilungile, andingepakamise intloko yam: ndincanyisiwe lihlazo, nakukubona ubunzima bam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ndithe ndabangongendawo, athi ke mna! Ukuba ndithe ndaba lilungisa, ndingayiphakamisi intloko yam: Ndihluthi kukucukucezwa, Nakukubona iintsizi zam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ndithe ndabangongendawo, athi ke mna! nokuba ndilungile, andisayi kuyiphakamisa intloko yam. Ndizele kukudideka; ke ngoko, niyayibona intlungu yam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ke ndisisikhohlakali kunyembelekile kum! Kambe ke noba ndililungisa andinaqhayiya, kuba ndibandezelekile, ndambethwe lihlazo.