Job 10:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakuba ibizipakamisa, njengengonyama enomsindo ubuya kundizingela, uze ubuye wenze ngokumangalisa ngakum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nokuba ithe yaziphakamisa intloko yam, wondizingela njengengonyama, Ubuye wenze ngokubalulekileyo kum;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba luyanda. Uzingela njengengonyama, kwaye kwakhona uzibonakalisa ngendlela engaqhelekanga phezu kwam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Noba ndingade ndiqholose wena ungandizingela njengengonyama, uphinde wenze kum ngokwaloo mandla akho amangalisayo.