Job 10:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kunganina ngoko ukuba wandipumisa esizalweni? Bendingaba ndiqaukile umxe̔lo, kungabangako liso elindibonileyo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ibiyini na ke ukuba undikhuphe esizalweni? Ngendaphuma umphefumlo, andabonwa liso,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yini na ke ukuba ukhutshwe esizalweni sikama? Ukuba bendifile, ndingabonwa liso!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“ ‘Kwakutheni ukuze undiyeke ndizalwe? Awu! Akwaba ndandife ndingekalanywa naliliso eli!