Job 10:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Injengemihla yomntu imihla yako na; neminyaka yako injengemihla yendoda na;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Injengemihla yomntu na imihla yakho, Iminyaka yakho injengemihla yomfo na:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaba imihla yakho iyafana neyabanye abantu? Injengemihla yomntu na iminyaka yakho?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba imihla yakho ifana neyomntu? Ngaba iminyaka yakho ifana neyakhe na?