Job 11:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba umntu oliholoholo eswele ukuqonda; ewe umntu uyazalwa enjeng etole leqwaṙa lasendle.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nomntu onjengesidenge angaba nokuqonda, Nethole le-esile lasendle lingaba nokuzalwa lingumntu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba umntu okhohlakeleyo uya kuba sisilumko, Kwanokuba umntu uzalwa njengethole.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke zona iziyatha zoza zibe nengqondo mhla iqwarha lazala umntu!