Job 11:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngenyaniso oko uya kupakamisa ubuso bako bungenasipako; wauya kwomelela, ungoyiki nokwoyika:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okunene, uya kwandula ukubuphakamisa ubuso bakho bungenasisihla, Uthi bhuxe, ungoyiki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ngoku uya kubuphakamisa ubuso bakho bungenasisihla; ewe, kufuneka nikhuthazeke ningoyiki;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba unokwenjenjalo ke unganako ukuma ungenaxhala nganto, ume ngxishi ungenadyudyu.