Job 11:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ewe, ixesha lako liya kupuma linokukanya ngapezu kwemini enkulu; nakuba usongiwe ebumnyameni, uya kuba njengokusa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukudla kwakho ubomi kuvuke, kuqaqambe ngaphezu kwemini enkulu; Nakuba kusongelwe emnyameni, kokhanya njengokusa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukwaluphala kwakho kuya kukhanya ngaphezu kwemini; uya kukhanya, ube njengokusa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke bona ubomi bakho buya kutsho buqaqambe ngathi kusemin' emaqanda. Le meko yakho yokubandezeleka ijike ibe yeginyis' amathe, oku komsobomvu.