Job 11:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wauya kunqaba, ngokuba kuya kubako itemba; noko udanileyo, uya kulala ngokunqaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wokholosa, ngokuba sekukho ithemba, Uhlole, ulale phantsi enkolosekweni;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wosindiswa ke, ngokuba sekukho ithemba; ewe, kufuneka umbe ngeenxa zonke kuwe, kwaye uya kuphumla ngokukhuselekileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kutsho uzithembe, kuba kaloku nekamva liqaqambile. Ngenene uya kuhlala ukhuselekile ungenaxhala.