Job 11:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ubuninzi bamazwi abuyi kupendulwa na? nomntu olibelebele uya kugwetyelwa na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Le nto ininzi yamazwi ayikuphendulwa na, Indoda elipholopholo igwetyelwe na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akunakuphendulwa na amazwi amaninzi? Ugwetyelwe na umntu ozeleyo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Uthi kungathi cwaka, ingaphendulwa le nyambalala yamazwi akho? Ucinga ukuba ukulavuza okunje kungamthethelela umntu?