Job 11:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ilwimi zako ziya kuwati cwaka amadoda na? wauya kuhleka na, aze angabiko okudanisayo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuphololoza kwakho kuya kubetha athi tu na amadoda, Ukuba ugculele, kungabikho ukuhlazayo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaba ubuxoki bakho bufanele ukubavala umlomo abantu? ukuba uyahleka, akukho mntu unokukuhlazisa?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthi oku kubhobhoza kwakho kuya kusenza sithi cwaka? Uthi wena ngoku uphoxisa thina masikuyeke singakuphoxi?