Job 11:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa wanga angateta utixo, avule umlomo wake ngakuwe;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa akaba uThixo ubethetha, Avule umlomo wakhe kuwe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye ewe, ukuba uThixo uthe wathetha waza wavula umlomo wakhe ngokuchasene nawe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Awu, akwaba uThixo ebengadandulukayo athethe nawe,