Job 12:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, uyacita yena, kungabuyi kwakiwa; uyamvalela umntu, kungavulwa ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, ugungxula, kungakhiwa. Uyamvalela umntu, kungavulwa,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, iyawa, ayinako ukwakhiwa kwakhona; uvala umntu, kwaye akayi kuvulwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Into ayiqhaqhileyo akukho mntu unokubuya ayakhe; ngokunjalo nomntu amvaleleyo akukho ungamvulelayo.