Job 12:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyawemkisa amapakati ehlubulukile, nabagwebi uyabamatisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umkisa amaphakathi ebhunyulwe, Abagezise nabagwebi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ubahlutha abacebi ababhuqiweyo, Azenze izinyabi abagwebi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena amaphakathi uwatsho ancitheke, nabagwebi abatsho babe ziimpanga-mpanga.