Job 12:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Asi nokuba ningabantu ke nina! ubulumko bofa nani kambe!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kambe, nini abantu; Buya kufa nani ubulumko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa nina ningabantu, yaye ubulumko buya kufa nani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Inene, ningabona bantu; ibe ke nobulumko buya kufa nani!