Job 13:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Woqinisa ukunohlwaya, xeshekweni nibuka ubuso ngasese.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wonohlwaya inene, Ukuba nithe ngasese nanonelela umntu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wonohlwaya inene, xa namkela abantu emfihlekweni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inene, uya kunohlwaya, ukuba nenza isheyi ngokufihlakeleyo.