Job 13:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngubanina lowo oya kupika nam? ukuba kaloku bendiya kuti cwaka, ngendiqauka umpefumlo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngubani na ke ongabambana nam? Kuba bendiya kuthi tu kaloku, ndiphume umphefumlo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngubani na oya kubambana nam? Kuba ngoku, ukuba ndithe ndabamba umlomo, ndowukhupha umoya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba ukhona na ongabambana nam? Kuba xa kunjalo ndothi cwaka ndife.