Job 13:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngekulungile na ukuba anipengulule? niya kumhanahanisa na, njengokuba kuhanahaniswa umntu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kolunga na xa athe wanigocagoca? Ninokumgculela na, njengokuba enokugculelwa umntu?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kufanelekile na ukuba akugocagoce? Ngaba nawe uhlekisa ngaye na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nithi kunganjani xa anokuthi anigoca-goce? Mhlawumbi naye nithi ningamkhohlisa ngale ndlela nibakhohlisa ngayo abantu?