Job 14:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa indoda iyafa, ingcungcuteke; ewe, umntu uyaqauka umxe̔lo, — upina ke?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke yena umfo ufa angquleke; Umntu uphuma umphefumlo; abe phi na ke?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke yena umntu ufa alahlekwe; Ewe, umntu unika isinyi, kwaye uphi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukanti ke yena umntu uyafa, iphel' intw' ibithethwa. Ewe, uyafa aphel' emehlweni.