Job 14:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Onyana bake bayabekwa, kodwa akazi yena; bayatotywa, kodwa akaboneli kubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bayazuka abantwana bakhe, angazi yena; Baba ziimbedlenge, angagqali yena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakhe bayakhazimla, akazi yena; bathotywa, akabaqonda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakhe noba sebewongekile, akaqondi yena; ukanti akaboni naxa sebehlazeka.