Job 14:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kuko itemba pezu kwomti, lokuba woti, nxa ugauliweyo, ubuye uhlume, nokuba ihlumelo lawo aliyi kupela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kukho ithemba emthini; Ukuba uthe wagawulwa, wobuya uhlume, Igatya lawo lingapheli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba kukho ithemba emthini, xa uthe wagawulwa, wobuya uhlume, Igatya lawo lingatshabalali.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Umthi xa ugawuliwe lisekhona ithemba ngawo; awunakufa kuphele, usenokubuya uhlume amagqabi.