Job 15:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
obekunikwa kubo bodwa ilizwe, nxa kungadlulanga owasemzini pakati kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lanikwa zona zodwa ilizwe, Akwangena wasemzini phakathi kwazo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo bodwa elanikwa bona ihlabathi, Akuzanga kucande mntu wasemzini phakathi kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku wona eli lizwe alinikwa laba lelawo odwa kungekho maveza-ndlebe.