Job 15:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyapalapalela isonka, esiti: Sipina? uyazi ukuba umhla wobumnyama seulungisiwe ngasesandleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uphalaphalela ukutya, esithi, Kuphi na? Uyazi ukuba ulungiselwe imini yobumnyama ecaleni kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabhadula efuna isonka, wathi, Siphi na? uyazi, ngokuba imini yobumnyama ikufuphi kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku lo mntu usesichengeni sokuba kukutya kwamaxhalanga; uqonda kakuhle ukuba yintshabalalo ngaphambili.