Job 15:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ubuzalwa ungumntu wokuqala na? ubuveliswa zingekabiko induli na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nguwe na owazalwa kuqala, waba ngumntu? Waveliswa ngenimba ngaphambi kweenduli?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaba ungowokuqala ukuzalwa? Ngaba wenziwa ngaphambi kweenduli?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Nguwe na umntu wokuqala ukuzalwa? Ngaba wavela kungekabikho neentaba ezi?