Job 16:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandakamele ngomlomo wabo; bandibetile esidleleni ngokucekisa; bayandiṙaula kunye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bandakhamele umlomo; Ngengcikivo bandibetha ezidleleni;Bonke bayathelelana ukundichasa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathetha kum ngemilebe yomlomo wabo; bandibetha esidleleni ngesithuko; bandihlanganisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu bathetha ngam bendigxeka; bandimpakaza esidleleni ngengcikivo, bebonke badibana ngokundichasa.