Job 16:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abo bandigculelayo ngabahlobo bam; koko iliso lam litontsela kutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abandigxekayo ngabethu aba; Iliso lam liyengezela kuThixo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abahlobo bam bayanditshata, kodwa iliso lam liyaphalala kuThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sendiyintlekisa nakwizihlobo zam; ke iinyembezi zam ndiziphalaza phambi koThixo.