Job 16:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akwaba bekungatetelelwayo indoda pambi kwotixo, njengokuba unyana woluntu etetelela umlingane wake!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba alungisele umfo kuThixo, Ahlule phakathi komntu nommelwane wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hayi, ukuba umntu angamlamlela umntu kuThixo, njengokuba ethetha kummelwane wakhe!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akwaba ebenokulamla phakathi komntu noThixo njengoko ebakho umlamli phakathi komntu nomhlobo wakhe!