Job 16:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba yiminyaka emincinane eya kuza, ndandiya kuhamba indlela e ndingayi kubuya ngayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba iminyaka embalwa iza kudlula, Ndihambe ke umendo endingayi kubuya ngawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva kweminyaka embalwa, ndiya kuhamba ngendlela endingayi kubuya ndibuyele kuyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba kaloku akuseminyaka mingaphi ndithathe uhambo olungabuyiyo.”