Job 16:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba bendiya kuteta, akuyi kudanjiswa ubuhlungu bam; nokuba bendiya kuyeka, ndiya kumkelwa yinto nina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nokuba ndithe ndathetha, awunqandwa umvandedwa wam; Nokuba ndithe ndayeka, kumka ntoni na kum?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nokuba ndithe ndathetha, awunqabi umvandedwa wam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kambe ke, nokuba ndiyathetha, intlungu le ayisuki; kanti ke nokuba ndithule, kusafana.