Job 17:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa nina nonke, manibuye nize ke: ngokuba ndingafumani pakati kwenu olumkileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa nina nonke, buyani, khanize; Andiyi kufumana silumko phakathi kwenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke nina nonke, buyani, nize; ngokuba andifumananga silumko phakathi kwenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kambe ke, noba niyaphinda nibuye xa ninonke, andiyi kufumana nasinye isilumko apho phakathi kwenu.