Job 17:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Okilayo izihlobo zipangwe, kwa namehlo abantwana bake aya kupela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Unikela abahlobo ukuba babe ngamaxhoba, Amehlo abantwana bakhe aze aphelelwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oncoma izihlobo zakhe uphela amehlo abantwana bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku umntu ongcothoza izihlobo zakhe ngenxa yenzuzo, abantwana bakhe baya kufa amehlo.