Job 17:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Boti nqa abalungisayo pezu kwoku; nongenatyala uya kuvuka ngakuye umginwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bamangaliswa abathe tye yile nto; Omsulwa uyazixhokonxa ngenxa yentshembenxa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Omangaliswa yiloo nto amalungisa, abamsulwa basukele phezulu kwabahanahanisi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abo banyanisekileyo ke bamangalisiwe; ewe, abamsulwa bayakhathazeka ngenxa yabachasene noThixo.