Job 18:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Inkunjulwa yake iya kububa elizweni; akayi kuba negama nangapandle kwalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Isikhumbuzo sakhe siya kudaka ehlabathini, Angabi nagama nasemaphandleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Inkumbulo yakhe iya kudaka ehlabathini, angabi nagama ezitratweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Udumo lwakhe luya kutshitsha elizweni, negama lakhe lilibaleke ehlabathini.