Job 18:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwoda kube ninina niya kwenzela amazwi isipelo? telekelelani, size sandule ukuteta.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kunini na nikuzingela ukuthetha? Qondani, sothetha emveni koku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuya kuthatha ixesha elingakanani ukuba uyeke ukuthetha? Phawula, kwaye emva koko siya kuthetha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Koda kube nini untyuntya? Hayi bo, khawubuyel' ezingqondweni, nathi ke sithethe!