Job 18:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wena, lowo uziṙuzulayo ngengqumbo yake! kwoshiywa umhlaba ngenxa yako na? kwokweleliswa iliwa endaweni yalo na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena uziqwengayo ngomsindo wakho, Liya kushiywa ihlabathi ngenxa yakho, lingamiwa na? Likhwelele iliwa endaweni yalo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukhala ngomsindo wakhe, esithi, Liya kushiywa na ilizwe ngenxa yakho? Linokususwa na iliwa endaweni yalo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uyazenzakalisa ngalo msindo wakho. Ngaba umhlaba mawujike ube yinkangala ukungqinela ukunyaniseka kwakho? Uthi makudilik' amawa ezindaweni zawo?