Job 18:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukukanya kwoba bumnyama ententeni yake; nesibane sake pezulu kwake siya kucinywa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukukhanya kuya kwenziwa mnyama ententeni yakhe, Nesibane sakhe sicinywe phezu kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukukhanya kuya kwenziwa mnyama ententeni yakhe, nesibane sakhe sicinywe kunye naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukukhanya kuya kujika kube bubumnyama endlwini yaso; ewe, isibane saso siya kucinywa.