Job 19:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umoya wam usisimangaliso kumfazi wam, nokubongoza kwam kubantwana besizalo esandizalayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umoya wam umkruqule umkam; Ndiyanuka kubantwana besizalo esandizalayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umoya wam ucocekile ngenxa yomkam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti nomfazi wam weenkomo selekhutyekiswa kukuphefumla kwam; sendiliqaqa nakwabesizalo sikama.