Job 19:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akwaba amazwi am abe kwa kaloku eba̔lwa ke! akwaba abeqingqelwa encwadini!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akwaba ngoku ebebhalwa amazwi am! Akwaba ebekrolwe encwadini!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Owu, ngaba amazwi am abhaliwe ngoku! ukuba nje bezinokushicilelwa encwadini!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akwaba ebekho owabhalayo la mazwi am; akwaba ebeshicilelwe encwadini!