Job 19:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndisazi mna ukuba umkululi wam uhleli, nokuba ekupeleni wosuka eme pezu kwomhlaba:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke mna ndiyazi ukuba umhlawuleli wam uhleli;Engowokuphela, uya kusuka eme phezu kothuli lwehlabathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ndiyazi mna ukuba uhleli umsindisi wam, Uya kusuka eme phezu komhlaba ekupheleni kwemihla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ndiyazi ukuba umkhululi wam ukho; ekugqibeleni iya kuba nguye otshatshelayo ehlabathini.