Job 19:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
endiya kumbona mna ngokwam, namehlo am aya kumkangela, engenguye owasemzini: ziyapelela oku izintso zam pakati kwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Endiya kuzibonela mna ngokwam; Amehlo am ambone, ingabi wumbi. Ziyaphelelwa izintso zam ngaphakathi kwam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kumbona ke, namehlo am aya kumbona, akukho wumbi; nokuba umphefumlo wam ubutshatyalalisiwe kum.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, ndiya kumbona ngala wam amehlo, indim, ingenguye wumbi. Loo nto ndiyilangazelela ngomxhelo wam wonke.