Job 19:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ninge nisiti: Siyamtshutshisela nina? ingcambo yendawo ifunyenwe kum nje.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba nithi, Simsukela ngani na? Ingcambu yaloo nto ifunyenwe kum:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa niya kuthi, ‘Kutheni simtshutshisa nje, ekubeni ingcambu yalo mbandela ifunyenwe kum?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke nina nisuka nithi: ‘Hayi ukungcungcutheka kwakhe! Yabe ingcambu yaloo nto ikuye ngenkqu.’