Job 19:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zoyikeleni ngenxa yeṙele; ngokuba umsindo ubang’ ukwohlwaya kweṙele; ukuze nazi ukuba kuko ukugweba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nxunguphalani likrele; Kuba ubushushu, bubo ubugwenxa obufanele ikrele, Ukuze nazi ukuba kukho umgwebo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Loyikani ikrele, ngokuba ingqumbo iza ngomgwebo womkhonto, Ukuze nazi ukuba kukho umgwebo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke lilumkeleni ikrele elifunza kuni, ikrele lengqumbo kaThixo ngenxa yesono; liya kunenza niqonde ukuba ukhona umgwebi.”