Job 19:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, ndiyabiza ngobudlwengu, kanti andamkeli impendulo; ndiyakala, kanti aluko ugwebo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, ndiyakhala, ndithi, Ndagonyamelwa! kungasatyelwa;Ndiyazibika, kungabikho kulungisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, ndiyakhala, ndikhala, ndingaviwa; Ndiyakhala kakhulu, kodwa akukho sigwebo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ndiba ngakhwaza ndisithi: ‘Ugonyamelo!’ andifumani nokuhoywa oku! Futhi ndibe ngazibika, akukho bani undilamlelayo!